Jeremiah 22:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
uti: Yiva ilizwi likayehova, kumkani wo‐Juda, ohleli pezu kweterone ka‐Davide! wena, nezicaka zako, nabantu bako, abangenayo ngalamasango!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Live ilizwi likaYehova, kumkani wakwaYuda, uhleliyo etroneni kaDavide, wena, nabakhonzi bakho, nabantu bakho abangenayo ngala masango.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uthi, Liveni ilizwi likaYehova, kumkani wakwaYuda, uhleliyo etroneni kaDavide, wena, nabakhonzi bakho, nabantu bakho, abangenayo ngala masango.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
‘Libekele indlebe ilizwi likaNdikhoyo, kumkani ohleli esihlalweni sikaDavide – nditsho wena, namaphakathi akho, kwakunye nabantu abangena ngala masango.