Jeremiah 22:27 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa elizweni apo balangazelela ukubuyela kona, abayi kubuyela kona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke lona ilizwe, abaya kuphakamisela umphefumlo wabo kulo, ukuba babuyele kulo, abasayi kubuyela kulo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa kwilizwe abafuna ukubuyela kulo, abasayi kubuyela kulo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku abasobe babuyele kwilizwe lakowabo abalilangazelelayo.