Jeremiah 22:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba nxa nimana ukwenza lento, kuya kwandula kungene ngamasango alendlu okumkani behlalele u‐Davide pezu kweterone yake, bekwele ezinqwelweni nasemahasheni, yena, izicaka zake, nabantu bake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba xa nithe nalenza nokulenza eli lizwi, bongena ngamasango ale ndlu ookumkani, abahlalela uDavide etroneni yakhe, bekhwele ezinqwelweni nasemahasheni, yena, nabakhonzi bakhe, nabantu bakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba ukuba nithe nayenza okunene le nto, bongena ngamasango ale ndlu ookumkani, abahleli etroneni kaDavide, bekhwele ezinqwelweni nasemahasheni, yena nabakhonzi bakhe, nabantu bakhe;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa ke nithe nayenza ngocoselelo loo nto ndiniyalela yona, kuya kuhlala kubakho ookumkani esihlalweni sikaDavide. Abayi kuyeka ukungena ngamasango eli bhotwe bekhwele iinqwelo zamahashe kunye namahashe, bephahlwe ngamaphakathi nabantu babo.