Jeremiah 22:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ukuba aniyi kuva lamazwi, ndiyazifunga mna, utsho uyehova, okokuba indlu le yoba yingcitakalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke ukuba nithe anaweva la mazwi, ndizifungile mna, utsho uYehova, ukuba le ndlu iya kuba linxuwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke ukuba anithanga niweve la mazwi, ndizifungile mna, utsho uYehova, ukuba le ndlu iya kuba linxuwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa xa ningayithobeli le miyalelo, ndiyafunga, ndithi le ndawo niya kuyibona selingamanxiwa.’ ” Lowo ngumlomo kaNdikhoyo.