Jeremiah 23:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndibonile ubudenge kubaprofite base‐Samariya: baprofitesha ngo‐Bali, nabantu bam babalahlekisa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kubaprofeti bakwaSamari ndibone ubufedelele; baprofeta ngoBhahali, belahlekisa abantu bam amaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndabona ubudenge babaprofeti bakwaSamari; baprofeta ngoBhahali, babandwendwisa abantu bam amaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Kubashumayeli baseSamariya ndibone into emanyumnyezi: ndibone beshumayela ngoBhali, belahlekisa abantu bam amaSirayeli.