Jeremiah 23:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Anditumanga abaprofite abo, kanti bona babalekile; anditetanga kubo, kanti bona baprofiteshile.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Andibathumanga abaprofeti abo, kugidime bona;andithethanga kubo, kanti kuprofete bona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Andibathumanga abaprofeti abo, kugidime bona; Andithethanga kubo, kodwa bona baprofeta.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abathunywanga ndim aba bashumayeli, kodwa noko basuke bagijima. Zange ndithethe nabo, kodwa bona basuke bashumayela.