Jeremiah 23:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndandiya kubamisa pezu kwazo abalusi abaya kuzalusa; aziyi kubuya zoyike, aziyi kwetuswa, aziyi kuba zingeko kanjako, utsho uyehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ndiwamisele abalusi bawaluse, angabi soyika, angaqhiphuki umbilini, kungabikho ulahlekayo; utsho uYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ndiwamisele abalusi abaya kuwalusa; yaye abasayi koyika okanye bankwantye, yaye abayi kuswela nto,” utsho uYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abantu bam ndiza kubanika abelusi abaza kubalondoloza. Abayi kube babe naxhala nalunxunguphalo, kungayi kube sabakho bani ulahlekayo kwakhona.” Lowo ngumlomo kaNdikhoyo.