Jeremiah 23:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako oko, bona ke, imihla iyeza, nxa bangayi kubuya bati: Uyehova uhleli, owenyusayo usapo luka‐Sirayeli ezweni le‐Jipete;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngako oko, yabonani, iyeza imihla, utsho uYehova, abangasayi kuba sathi, Ehleli nje uYehova, owanyusa oonyana bakaSirayeli ezweni lamaYiputa;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngako oko, utsho uYehova, iyeza imihla abangayi kuba sathi, NguYehova ovayo, owabakhuphayo oonyana bakaSirayeli ezweni laseYiputa;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke nguwo lo umlomo kaNdikhoyo: “Niyabona, kuza imihla apho abantu bangayi kubuya bathi xa befunga: ‘Ekho nje uNdikhoyo owakhulula amaSirayeli eJiputa.’