Jeremiah 24:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti uyehova kum: Ubona nto nina, Jeremiya? Ndaza ndati: Imikiwane; imikiwane elungileyo ilungile kakulu, nemibi mibi kakulu, engenakudliwa ngenxa yobubi bayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ke uYehova kum, Ubona ntoni na, Yeremiya? Ndathi, Amakhiwane; amakhiwane alungileyo, elunge kunene; amabi emabi kunene, engenakudliwa ngobubi bawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYehova kum, Ubonile na, Yeremiya? Ndathi, Amakhiwane; amakhiwane alungileyo, alunge kakhulu; kwaye embi, embi kakhulu, engatyiwayo, embi kakhulu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
*UNdikhoyo wathi kum: “Jeremiya, ubona ntoni na?” Mna ndithe: “Ndibona amakhiwane. Amahle mahle gqitha; amabi mabi mpela – zizinto ezingenako nokutyiwa oku.”