Jeremiah 25:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ILIZWI elezayo ku‐Jeremiya ngabo bonke abantu bakwa‐Juda, ngomnyaka wesine ka‐Yoyakime unyana ka‐Josiya ukumkani wo‐Juda, obunguwo umnyaka wokuqala ka‐Nebukanetsare ukumkani we‐Babilone;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ilizwi elafikayo kuYeremiya ngokusingisele ebantwini bonke bakwaYuda, ngomnyaka wesine kaYehoyakim unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda, ongumnyaka wokuqala kaNebhukadenetsare ukumkani waseBhabheli;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ilizwi elafikayo kuYeremiya ngokusingisele ebantwini bonke bakwaYuda, ngomnyaka wesine wobukumkani bukaYehoyakim unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda, ongumnyaka wokuqala wobukumkani bukaNebhukadenetsare ukumkani waseBhabheli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kunyaka wesine ukumkani uJoyakim, unyana kaJosiya, elawula kwaJuda, lavakala ilizwi kuJeremiya, livela *kuNdikhoyo, limayela nabantu bakwaJuda xa bebonke. Lo yayingunyaka wokuqala uNebhukadenezare elawula eBhabheli.