Jeremiah 25:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo elilizwe lonke loba yingcitakalo, n ento yokutelwa nqa; nezizwe ezi zona ziya kukonza ukumkani we‐Babilone iminyaka engamashumi asixe̔nxe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Eli lizwe lonke liya kubharha, kube senkangala; ezi ntlanga zimkhonze ukumkani waseBhabheli iminyaka emashumi asixhenxe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwaye lonke ihlabathi liya kuba lilizwe elihle; ezi ntlanga ziya kumkhonza ukumkani waseBhabheli iminyaka emashumi asixhenxe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Liya kutsho libe yinkangala ngamanxuwa lonke ilizwe, zize ezi zizwe zibe zizicaka zokumkani waseBhabheli iminyaka engamashumi asixhenxe.