Jeremiah 25:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba izizwe ezininzi nokumkani abakulu beya kuzikonzisa kwa zona; ndandiya kuzivuza njengokwokwenza kwazo, nanjengokwomsebenzi wezandla zazo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba ziya kuwakhonzisa nawo iintlanga ezininzi nookumkani abakhulu, ndiwavuze ngokwemisebenzi yawo, nangokwezenzo zezandla zawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba iintlanga ezininzi nookumkani abakhulu baya kukhonza ngabo, yaye ndiya kubavuza ngokwezenzo zabo nangokwezenzo zezandla zabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwa-amaBhabheli oba ngamakhoboka ezizwe ezininzi neekumkani ezinamandla. Ndiza kuwabuyekeza ngokwezenzo zawo nemisebenzi yawo.”