Jeremiah 25:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
i‐Yerusaleme, nezixeko zase‐Juda, nokumkani bayo, nenkosana zayo, ukuzenza ingcitakalo, into yokutelwa nqa, into yokwenzelwa amakwelo, nesiqalekiswa, njengokuba kunjalo namhla nje;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
iYerusalem, nemizi yakwaYuda, nookumkani bayo, nabathetheli bayo, ukuba benziwe iimpanza, nommangaliso, nomsondlo, nentshabhiso, njengoko kunjalo namhla;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
oko kukuthi, iYerusalem, nemizi yakwaYuda, nookumkani bayo, nabathetheli bayo, ukuba benziwe iimpanza, nommangaliso, nesigculelo, nentshabhiso; kunjani namhlanje;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndayisa eJerusalem nakuzo zonke iidolophu zakwaJuda, neekumkani neziphathamandla zazo, basela, yatsho yayinkangala, into eyoyikekayo, intlekisa nesiqalekiso, njengoko isenjalo nanamhla.