Jeremiah 25:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
u‐Faro ukumkani we‐Jipete, nezicaka zake, nenkosana zake, nabo bonke abantu bake;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
uFaro ukumkani waseYiputa, nabakhonzi bakhe, nabathetheli bakhe, nabantu bakhe bonke;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uFaro ukumkani waseYiputa, nabakhonzi bakhe, nabathetheli bakhe, nabantu bakhe bonke;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abathe basela kuloo bhekile ngaba: Ukumkani waseJiputa kunye namagosa akhe neziphathamandla, nabo bonke abantu baseJiputa,