Jeremiah 25:33 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baye ababuleweyo bakayehova beya kubako ngomhla lowo kwa kw enye incam yomhlaba kude kube kw enye incam yomhlaba; abayi kulilelwa, abayi kubutwa, abayi kuncw̔atywa, boba ngumgquba pezu kwobuso bomhlaba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ababuleweyo nguYehova ngaloo mini, bathabathele ekupheleni kwehlabathi, bese ekupheleni kwehlabathi, bangambanjazelelwa, bangahlanganiswa, bangangcwatywa; baya kuba ngumgquba phezu komhlaba.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yaye ngaloo mini, abo baya koyiswa nguYehova, baya kususela kwesinye isiphelo sehlabathi ukusa kwesinye isiphelo sehlabathi; abayi kumbambazelelwa, abayi kuhlanganiswa, bangcwatywe; iya kugcinwa emhlabeni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngelo xesha ke bonke abo babulewe nguNdikhoyo boba bethe saa ngeenxa zonke – ukususela kweli cala lomhlaba, kuse kweliya. Abayi kuzilelwa; abayi kuqokelelwa; bengayi kungcwatywa. Baya kudunduluza okwamalongwe phezu komhlaba.