Jeremiah 25:36 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwobako ilizwi lesikalo sabalusi, nesililo senkosi zomhlambi, ngokuba uyehova ecitakalisa idlelo labo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yivani ukukhala kwabalusi, nokubhomboloza kweengangamsha zomhlambi; ngokuba uYehova uyalibhuqa idlelo labo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ilizwi lokukhala kwabalusi liya kuvakala isikhalo sezikhulu zomhlambi, ngenxa yokuba uYehova ulitshabalalisile idlelo labo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bayambomboloza abelusi; ziyangquleka izikhwakhwamela zomhlambi; kuba kaloku uNdikhoyo ulibharhisile idlelo.