Jeremiah 25:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo uyehova utumile kuni zonke izicaka zake abaprofite, evuka kusasa ezituma, kodwa anipulapulanga, nendlebe yenu aniyitobelanga ukuva.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYehova wathumela kuni bonke abakhonzi bakhe abaprofeti, ebathuma evuka kwakusasa; aniphulaphulanga noko, anizithobanga iindlebe zenu ukuba nive.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYehova wathumela kuni bonke abakhonzi bakhe, abaprofeti, wavuka kusasa, wabathuma; kodwa aniphulaphulanga, neendlebe zenu anibathobelanga.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Naxa ephindelela uNdikhoyo ukunithumela zonke izicaka zakhe ezingabashumayeli, nisuke nina aneva, analibekela indlebe ilizwi lakhe.