Jeremiah 26:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
EKUQALENI kwobukumkani buka‐Yoyakime unyana ka‐Josiya ukumkani wo‐Juda, lavela elilizwi kuyehova, lisiti:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ekuqalekeni kobukumkani bukaYehoyakim unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda, kwafika eli lizwi, liphuma kuYehova, lisithi,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ekuqaleni kobukumkani bukaYehoyakim unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda, kwafika eli lizwi, liphuma kuYehova, lisithi,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndafikelwa lilizwi livela *kuNdikhoyo, esaqala ukulawula uJoyakim, ukumkani wakwaJuda, unyana kaJosiya, lisithi: