Jeremiah 26:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula wateta u‐Jeremiya kuzo zonke inkosana, nakubo bonke abantu, esiti: Uyehova wandituma ukuza kuprofitesha ngakuyo indlu le, nangakuso esisixeko, onke amazwi eniwavileyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathetha uYeremiya kubathetheli bonke nakubantu bonke, esithi, UYehova undithume ukuba ndiprofete ngale ndlu nangalo mzi onke amazwi eniwavileyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathetha uYeremiya kubathetheli bonke nakubantu bonke, esithi, uYehova undithume ukuba ndiprofete ngale ndlu nakulo mzi onke amazwi eniwavileyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UJeremiya ubhekise kwiziphathamandla nakubantu bonke, wenjenje: “NguNdikhoyo ondithume ukuba ndishumayele ezi zinto benindiva ndizithetha ngale ndlu nesi sixeko.