Jeremiah 26:24 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa isandla sika‐Ahikame, unyana ka‐Shafane, sibe sinaye u‐Jeremiya, ukuze anganikelwa esandleni sabantu ukuba bamfise.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kodwa isandla sika-Ahikam unyana kaShafan besinoYeremiya, ukuba anganikelwa esandleni sabantu ukuba abulawe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke isandla sika-Ahikam, unyana kaShafan, besinoYeremiya, ukuze banganikelwa esandleni sabantu ukuba bambulale.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwavela uAhikam unyana kaShafan, waxhasa uJeremiya, akabi sanikezelwa ke eluntwini ukuba abulawe.