Jeremiah 27:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako ningapulapuli amazwi abaprofite abateta kuni, besiti: Aniyi kumkonza ukumkani we‐Babilone; ngokuba bona beprofitesha ubuxoki kuni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Musani ukuwaphulaphula amazwi abaprofeti abathetha kuni, besithi, Aniyi kumkhonza ukumkani waseBhabheli; ngokuba baniprofetela ubuxoki.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngoko musani ukuwaphulaphula amazwi abaprofeti abathetha kuni, besithi, ‘Aniyi kumkhonza ukumkani waseBhabhiloni, kuba baniprofetela ubuxoki.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ze ningawaphulaphuli amazwi abashumayeli abathi: ‘Anisokuze nibe phantsi kolawulo lukakumkani waseBhabheli,’ kuba bashumayela ubuxoki bodwa xa batshoyo.