Jeremiah 27:20 — Compare Translations
3 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ezo u‐Nebukanetsare ukumkani we‐Babilone angazitabatanga, nxa wafudusayo u‐Yekoniya unyana ka‐Yoyakime ukumkani wo‐Juda e‐Yerusaleme ukuya e‐Babilone, nayo yonke imiduna yakwa‐Juda neyase‐Yerusaleme:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
engathatyathwanga nguNebhukadenetsare ukumkani waseBhabheli, ekumfuduseni kwakhe uYekoniya, unyana kaYehoyakim, ukumkani wakwaYuda, eYerusalem, ukumsa eBhabheli, enabanumzana bonke bakwaYuda neYerusalem;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
engathatyathwanga nguNebhukadenetsare ukumkani waseBhabheli, ekumthabatheni kwakhe uYekoniya, unyana kaYehoyakim, ukumkani wakwaYuda, wamsa eYerusalem, wamsa eBhabheli, nabathetheli bonke bakwaYuda nabaseYerusalem;