Jeremiah 27:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uti kanjalo uzitume kukumkani we‐Edome, nakukumkani we‐Mowabi, nakukumkani wosapo luka‐Hamoni, nakukumkani we‐Tire, nakukumkani we‐Tsidone, ngesandla sezigidimi ezizayo e‐Yerusaleme ku‐Zedekiya ukumkani wo‐Juda;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wozithumela kukumkani wakwaEdom, nakukumkani wakwaMowabhi, nakukumkani woonyana baka-Amon, nakukumkani waseTire, nakukumkani waseTsidon, ngesandla sabathunywa abeze eYerusalem kuZedekiya ukumkani wakwaYuda;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wazithumela kukumkani wakwaEdom, nakukumkani wakwaMowabhi, nakukumkani woonyana baka-Amon, nakukumkani waseTire, nakukumkani waseTsidon, kunye nabathunywa abafika eYerusalem kuZedekiya ukumkani kwaYuda;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ezinye uzithumele kookumkani base-Edom, eMowabhi, eAmon, eTire, naseSidon, uzithumela ngezi zigidimi zize apha eJerusalem kuZedekiya ukumkani wakwaJuda.