Jeremiah 28:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako oko utsho uyehova ukuti: Bona ke, ndiya kukundulula ebusweni bomhlaba, lomnyaka uya kufa, ngokuba utetile impambuko ngakuye uyehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngako oko, utsho uYehova ukuthi, Yabona, ndiva kukugxotha ebusweni bomhlaba; uya kufa nonyakanje, ngokuba uthethe elokukreqa kuYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngako oko, utsho uYehova ukuthi, Yabona, ndiya kukulahla emhlabeni; uya kufa kulo nyaka, ngokuba efundise ukugwilika kuYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Utsho ke kuwe uNdikhoyo ukuthi: ‘Uyabona, ndiza kukususa wena phezu komhlaba. Ungekapheli lo nyaka, uza kufa wena, kuba ufundisa abantu ukukreqa kuNdikhoyo.’ ”