Jeremiah 28:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula u‐Jeremiya umprofite wati ku‐Hananiya umprofite, pambi kwamehlo abaperisite, napambi kwamehlo abantu bonke abebemi endlwini kayehova,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uYeremiya umprofeti kuHananiya umprofeti, emehlweni ababingeleli, nasemehlweni abantu bonke abemiyo endlwini kaYehova:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYeremiya umprofeti kuHananiya umprofeti, emehlweni ababingeleli, nasemehlweni abantu bonke ababemi endlwini kaYehova:
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UJeremiya umshumayeli wamphendula umshumayeli uHananiya apho ngaphambi kwababingeleli nabantu bonke ababelapho endlwini kaNdikhoyo,