Jeremiah 28:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa yiva ke elilizwi endilitetayo ezindlebeni zako, nasezindlebeni zabantu bonke:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Khawuve eli lizwi ndilithethayo ezindlebeni zakho, nasezindlebeni zabantu bonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Noko ke, niyaliva na ngoku eli lizwi ndilithethayo nisaliva naphambi kweendlebe zabo bonke abantu?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke, khawuve le nto ndiza kuyithetha apha phambi kwakho nangaphambi kwabo bonke aba bantu.