Jeremiah 29:27 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako kaloku kunganina ukuba akukalimelanga u‐Jeremiya um‐Hanatote, ozenzisayo umprofite kuni?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yini na ngoku, ukuba ungamkhalimeli uYeremiya waseAnatoti, ozenza umprofeti kuni?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kutheni ke ngoko ungamkhalimelanga uYeremiya waseAnatoti, ozenza umprofeti kuni?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uyekele ntoni kodwa ukwenjenjalo kuJeremiya waseAnatoti ozenza umshumayeli phakathi kwenu?