Jeremiah 29:28 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ngenxa yoku etumile kuti e‐Babilone, esiti: Kwoba kade oku kutinjwa; zakeni izindlu, nihlale kuzo; tyalani izitiya, nitye iziqa̔mo zazo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba ngenxa yoko uthumele kuthi eBhabheli, esithi, Inde le nto; yakhani izindlu, nihlale kuzo; tyalani imiyezo, nidle iziqhamo zayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kungenxa yoko le nto wasithumela eBhabheli, esithi, Kuya kuba lixesha elide ukuthinjwa; yakhani izindlu nihlale kuzo; tyalani imiyezo nidle iziqhamo zayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Usanda kusibhalela incwadi apha eBhabheli, esithi abathinjwa abalapha baza kuhlala ixesha elide apha, ngoko ke mabazakhele izindlu, bahlale kuzo, balime izitiya, batye iziqhamo zazo.’ ”