Jeremiah 29:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngesandla sika‐Elehasa unyana ka‐Shafane, no‐Gemariya unyana ka‐Hilikiya, abebetunywa ngu‐Zedekiya ukumkani wo‐Juda ukuya e‐Babilone ku‐Nebukanetsare ukumkani we‐Babilone, esiti:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
awayithumelayo ngesandla sikaElasa unyana kaShafan, noGemariya unyana kaHilekiya (awabathumelayo uZedekiya ukumkani wakwaYuda kuNebhukadenetsare ukumkani waseBhabheli eBhabheli), isithi:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ngesandla sikaElasa unyana kaShafan, noGemariya unyana kaHilekiya, awathi uZedekiya ukumkani wakwaYuda wabathumela eBhabheli kuNebhukadenetsare ukumkani waseBhabheli, esithi,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wayinikela uElasa unyana kaShafan loo ncwadi, ekunye noGemariya unyana kaHilekiya, ababezizigidimi zikakumkani uZedekiya wakwaJuda awazithumayo eBhabheli kukumkani uNebhukadenezare. Wabhala wenjenje: