Jeremiah 29:32 — Compare Translations

3 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngako oko utsho uyehova ukuti: Bona ke, ndiya kwohlwaya u‐Shemaya um‐Nehelami, nenzalo yake; akuyi kubako kuye namnye ehlala pakati kwababantu, nalonto elungileyo endiya kuyenzela abantu bam akayi kuyibona, utsho uyehova; ngokuba etetile impambuko ngakuye uyehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ngako oko utsho uYehova ukuthi, Yabonani, ndiyamvelela uShemaya waseNehelam nembewu yakhe; akayi kuba namntu uhleliyo phakathi kwaba bantu; angayi kubona okulungileyo endikwenzela abantu bam, utsho uYehova; ngokuba ethethe elokukreqa kuYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngako oko, wathi uYehova, Yabona, ndimvelela uShemaya waseNehelam nembewu yakhe; akayi kuba nandoda iya kuhlala phakathi kwaba bantu; angayi kubona okulungileyo endikwenzela abantu bam, utsho uYehova; ngokuba wafundisa ukugwilika kuYehova.