Jeremiah 3:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Buyani, lusapo olupambukileyo! ndiya kupilisa impambuko zenu. Nanku sisiza kuwe, ngokuba wena, Yehova! ungutixo wetu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Buyani, nyana bangamaphamba; ndokuphilisa ukuphamba kwenu.Uyabona, siza kuwe; ngokuba wena, Yehova, unguThixo wethu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Buyani, nyana baneenkani, ndizinyange iimbandezelo zenu. Uyabona, siza kuwe; ngokuba wena, Yehova, unguThixo wethu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Buyelani kum, bantwanandini abakreqayo, ndininyange luphele ukreqo lwenu.” “Sesilapha; size kuwe. Kaloku nguwe, Ndikhoyo, uThixo wethu.