Jeremiah 3:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Akuyi kubiza kwa ngoku na kum ukuti: Bawo wam! ubungumhlobo wobutsha bam wena?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Akuyi kuthi na ngoku undibize, uthi, Bawo, ulikholwane lobutsha bam?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Awuyi kundibiza na ngoku, uthi, Bawo, usingcikivo sobutsha bam?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ukanti kwawena usathi kum: ‘Kaloku, tata, uyintandane yam kwasebutsheni bam.