Jeremiah 30:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Naniya kuba ngabantu bam, ndoti mna ndibe ngutixo wenu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Niya kuba ngabantu bam, mna ndibe nguThixo wenu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Niya kuba ngabantu bam, mna ndibe nguThixo wenu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
‘Ewe, niya kuba ngabantu bam, mna ndibe nguThixo wenu.’ ”