Jeremiah 30:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba esitsho uyehova ukuti: Ilizwi lokunkwantyisa silivile; kuko ulwoyiko, kungeko uxolo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Utshilo ke uYehova ukuthi, Sive izwi eligubhisayo;lelinkwantyisayo, asililo eloxolo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba uYehova wathi, Sive ilizwi eligubhisayo, elokunkwantya, asililo eloxolo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Utshilo uNdikhoyo ukuthi: ‘Kuvakala isikhalo esibangwa lixhala.