Jeremiah 30:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Au! ngokuba lowamhla umkulu, kude kungabiko ofana nawo; lixesha lobunzima ku‐Yakobi, oya kusindiswa kulo noko.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Athi ke ukuba mkhulu loo mhla! Akukho unjengawo; lixesha lembandezelo kuYakobi; ke uya kusindiswa kuyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
yho! ngokuba inkulu loo mini, akubangakho namnye unjengayo; lixesha lembandezelo kuYakobi; ke wena uya kukhululwa kuyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Mawoo! Hayi ukuba nkulu kwaloo mini! Ayikho eyakha yafana nayo. Lixesha lembandezelo kwindlu kaYakobi, kodwa noko yosinda kuyo.’