Jeremiah 31:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Utsho uyehova ukuti: Bafumene ufefe entlango abantu abasindileyo kwisiṙele, kwa o‐Sirayeli, ndakuya ukubanika ukupumla.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Utsho uYehova ukuthi, Bababalwa entlango abantu abasindileyo ekreleni; ndoya ndiwaphumze amaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYehova, Bababalwa entlango abantu abasindileyo ekreleni; uSirayeli, xa ndaya kumphumza.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ewe, utsho uNdikhoyo ukuthi: “Abantu abasinde kulo ikrele ndobenzela inceba entlango, ndiwanike ukuphumla amaSirayeli.”