Jeremiah 31:24 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Babeya kuhlala kulo o‐Juda nazo zonke izixeko zabo kunye, abalimi nabo bahambayo nomhlambi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Aya kuma khona amaYuda nemizi yawo yonke kunye; abalimi, nabahamba emathanga benemihlambi yabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Aya kuhlala amaYuda nemizi yawo yonke kunye, abalimi nabafuyi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Baya kuma ndawonye abantu bakwaJuda needolophu zakhona, belapho abalimi nabafuyi ababesoloko bejikeleza nempahla.