Jeremiah 31:38 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bona ke, imihla iyeza, utsho uyehova, nxa isixeko siya kwakelwa uyehova, kwa kuyo inqaba ye‐Hananele kude kube kulo isango legumbi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yabona, kuza imihla, utsho uYehova, oya kuthi umzi lowo wakhelwe uYehova, kuthabathele enqabeni ende kaHananeli, kuse esangweni lembombo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yabonani, iyeza imihla, utsho uYehova, oya kuthi umzi lowo wakhelwe uYehova, kuthabathele enqabeni ende kaHananeli, kuse esangweni lembombo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lo ngumlomo kaNdikhoyo: “Iyeza imihla yokuba esi sixeko sakhelwe uNdikhoyo ukusuka kwinqaba kaHananeli kuse kwiSango leKona.