Jeremiah 32:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Au, Nkosi Yehova! Bona ke, wena wenzile izulu nomhlaba, ngamandla ako amakulu, nangengalo yako eyolulweyo; akuko nto ekunqabelayo:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Awu, Nkosi yam Yehova, yabona, walenza izulu nehlabathi ngamandla akho amakhulu, nangengalo yakho eyolukileyo; akukho nto ikunqabeleyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Owu Yehova! yabona, walenza izulu nehlabathi ngamandla akho amakhulu, nangesandla sakho esolukileyo, akukho ukuthintela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
‘Aa, Mhlekazi Ndikhoyo, wena wasolula isandla sakho, wawenza umhlaba nesibhakabhaka ngamandla akho amakhulu! Akukho nanye into ekunqabelayo wena!