Jeremiah 32:33 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba bendijikele umhlana, babungebubo ubuso; nangona bendibafundisa, ndivuka kusasa ndifundisa, abapulapulanga noko ukuba balwamkele ululeko;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bandinikela ikhosi, abandinikela ubuso; bafundiswa, befundiswa kwakusasa, abaphulaphula ububa bakuvume ukuqeqeshwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bandinikela ikhosi, abandinikela ikhosi; nangona ndandibafundisa ukuvuka ekuseni ndize ndibafundise, kodwa abazange baphulaphule ukuze bamkele umyalelo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bandifulathela nangona ndandiphindelela ukubafundisa; abavumanga ukuphulaphula nokuyamkela ingqeqesho.