Jeremiah 32:39 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndandiya kubapa intliziyo inye, nendlela inye, ukuba bandoyike mna imihla yonke, kube kukulunga kwabo, nokwabantwana babo emva kwabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ndibanike intliziyo enye, nendlela enye, ukuze bandoyike imihla yonke, kulunge kubo, nakoonyana babo emva kwabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ndibanike intliziyo enye, nendlela enye, ukuze bandoyike imihla yonke, ngenxa yabo, nangenxa yabantwana babo emva kwabo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiya kubenza babe mxhelo mnye ekucingeni nasekwenzeni, bandihlonele maxa onke, ukuze balungelwe bona kunye nezizukulwana.