Jeremiah 32:42 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba esitsho uyehova ukuti: Njengokuba ndizisile pezu kwababantu lonke elilishwa likulu, kwa njalo ndiya kuzisa pezu kwabo konke ukulunga enditetileyo ngako kubo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba utsho uYehova ukuthi, Njengoko ndabaziselayo aba bantu bonke obu bubi bukhulu kangaka, ndiya kwenjenjalo ukubazisela konke okulungileyo endikuthethayo ngabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba wathi uYehova, Njengoko ndabaziselayo aba bantu bonke obu bubi bukhulu kangaka, ndenjenjalo ukubazisela konke okulungileyo endikuthethayo ngabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Utsho uNdikhoyo ukuthi: ‘Njengoko ndibahlisele esi sihelegu nje aba bantu, ndiza kubuya ndibanike konke okuhle endabathembisa ngako.