Jeremiah 32:43 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwakuya kutengwa amasimi kwelilizwe, eniti nina ngalo: Liyingcitakalo, kungeko abantu nezilo; linikelwe esandleni sama‐Kaledine.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuya kuthengwa amasimi kweli lizwe nithi, Kusenkangala, alinabantu nankomo, linikelwe esandleni samaKaledi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuya kuthengwa imihlaba kweli lizwe nithi, Liyintlango, elingenamntu nankomo; wanikelwa esandleni samaKaledi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Iza kubuya ithengwe imihlaba kweli lizwe nithi nina liyinkangala engenakuhlalwa mntu nasilwanyana kuba linikelwe esandleni samaKaledi.