Jeremiah 33:5 — Compare Translations
3 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
besiza ukulwa nama‐Kaledine, nokuzizalisa ngezidumbu zabantu, endibabuleleyo ngengqumbo yam nangobuṙalaṙume bam, nendibufihlileyo ubuso bam kwesisixeko ngenxa yayo yonke inkohlakalo yabo:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
bakubona ukuba baza kulwa namaKaledi, bazizalisa ngezidumbu zabantu, endibabulalayo ngomsindo wam nangobushushu bam, ekungenxa yezinto zabo zonke ezimbi, ukuba ndibusithelise ubuso bam kulo mzi:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Baza kulwa namaKaledi, kodwa ukuze bazalise izidumbu zabantu endababulala ngomsindo wam nangomsindo wam, nangenxa yobubi babo bonke ndabusithelisa ubuso bam kwesi sixeko.