Jeremiah 33:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ndiya kubuyisa ukutinjwa kwo‐Juda, nokutinjwa kwo‐Sirayeli, ndibake njengasekuqaleni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndiya kukubuyisa ukuthinjwa kukaYuda nokuthinjwa kukaSirayeli, ndibakhe njengokwasekuqaleni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiza kubabuyisa abathinjiweyo bakwaYuda nabathinjwa bakwaSirayeli ndize ndibakhe njengangaphambili.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abantu bakwaJuda nabakwaSirayeli ndobakhulula ekuthinjweni, ndibamilisele njengangaphambili.