Jeremiah 34:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa emva kwokunjalo bajika, babuyisa izicaka nezicakakazi abebezindulule zikululekile, bazitobisa zibe zizicaka nezicakakazi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Emveni koko bajika, bawabuyisa amakhoboka namakhobokazana ababewandulule bewakhulule, bawaxinzelela ekubeni ngamakhoboka namakhobokazana.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa emva koko bajika baza babuyisa ikhoboka nekhobokazana ababebakhulule, babacinezela ngamakhoboka namakhobokazana.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kodwa kamva babuye barhoxa kwizigqibo zabo, babanyanzela abo bantu ukuba babuyele kwasebukhobokeni.