Jeremiah 34:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
inkosana zakwa‐Juda, nenkosana zase‐Yerusaleme, ababusi, nabaperisite, nabo bonke abantu belizwe, abadlulileyo pakati kwezito zetole;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Abathetheli bakwaYuda, nabathetheli baseYerusalem, namagosa, nababingeleli, nabantu bonke belizwe abacandayo phakathi kwezahlulo zethole,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
neenkosana zakwaYuda neenkosana zaseYerusalem, abalungiseleli nababingeleli nabo bonke abantu belizwe abadlula phakathi kwenxalenye yethole lenkomo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Iziphathamandla zakwaJuda naseJerusalem kunye namaphakathi, ababingeleli kunye nabo bonke abantu beli lizwe abacande phakathi kwamacala ethole elahlulwe kubini,