Jeremiah 34:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ILIZWI elezayo ku‐Jeremiya livela kuyehova, emveni kwokuba ukumkani u‐Zedekiya ebelwenzile ucebano nabo bonke abantu ababese‐Jerusaleme, ukushumayela inkululeko kubo:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ilizwi elafikayo kuYeremiya, livela kuYehova, emveni kokwenza kokumkani uZedekiya umnqophiso nabantu bonke baseYerusalem, wokuvakalisa kubo inkululeko:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lilo eli ilizwi elafikayo likaYehova kuYeremiya, emveni kokuba ukumkani uZedekiya wenza umnqophiso nabantu bonke ababeseYerusalem, ukuba bakhale ukuba bakhululwe;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lavakala kuJeremiya ilizwi *likaNdikhoyo emva kokuba ukumkani uZedekiya wayenze umnqophiso nabantu baseJerusalem wokuba baza kwenza isibhengezo sokuwakhulula