Jeremiah 35:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ILIZWI elezayo ku‐Jeremiya livela kuyehova, emihleni ka‐Yoyakime unyana ka‐Josiya ukumkani wo‐Juda, lisiti:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ilizwi elafikayo kuYeremiya, livela kuYehova, ngemihla kaYehoyakim unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda, lalisithi,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwafika ilizwi likaYehova kuYeremiya ngemihla kaYehoyakim unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda, lisithi,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngexesha ukumkani uJoyakim unyana kaYosiya wayengukumkani kwaJuda lavakala ilizwi *likaNdikhoyo kuJeremiya,