Jeremiah 35:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndaza ndatabata u‐Yazaniya, unyana ka‐Jeremiya, unyana ka‐Habatsiniya, nabazalwana bake, nabo bonke onyana bake, nayo yonke indlu yama‐Rekabe;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndamthabatha ke uYazaniya unyana kaYeremiya, unyana kaHabhatsiniya, nabazalwana bakhe, noonyana bakhe bonke, nendlu yonke yamaRekabhi;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndandula ke ndathabatha uYashaniya unyana kaYeremiya unyana kaHabhasiniya nabazalwana bakhe noonyana bakhe bonke nendlu yonke yamaRekabhi;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndaya kubiza uYazaniya unyana kaJeremiya unyana kaHabhaziniya, nabantakwabo noonyana bakhe bonke. Ndawumema wonke umzi wamaRekabhi.